BETA

Transvision

Filter by folder:

Show all results toolkit

Displaying 1 result:

Entity en-US xh
Entity # all locales toolkit • toolkit • about • aboutRights.ftl
rights-webservices-term-4
en-US
<strong>The Services are provided “as-is.” { -vendor-short-name }, its contributors, licensors, and distributors, disclaim all warranties, whether express or implied, including without limitation, warranties that the Services are merchantable and fit for your particular purposes. You bear the entire risk as to selecting the Services for your purposes and as to the quality and performance of the Services. Some jurisdictions do not allow the exclusion or limitation of implied warranties, so this disclaimer may not apply to you.</strong>
xh
<strong>IiNkonzo zinikezwa "zinjengoko zinjalo." i-{ -vendor-short-name }, abaniki-galelo, abaniki-layisensi, kunye nabasasazi bazo, bayazikhupha kwibango lazo zonke iziqinisekiso, nokuba zivakalisa ngokuphandle okanye ngokusebenzayo, ukuquka ngaphandle kwezithintelo, iziqinisekiso zokuba iiNkonzo ziyarhwebeka kwaye zizilungele iinjongo zakho ezithile. Uya kubuthathela kuwe bonke ubungozi obunokuvela ekukhetheni kwakho iinkonzo ezifanele iinjongo zakho nangokumayela nomgangatho kwanokusebenza kweenkonzo. Ezinye iindawo zolawulo azikuvumeli ukukhutshelwa ngaphandle okanye ukuncitshiswa kweewaranti ezingathiwanga pahaha, ngoko ke oku kungabi nabutyala abusebenzi kuwe.</strong>
Please enable JavaScript. Some features won't be available without it.